Welcome, guest - Login

Nonny's Bakery & Cafe (Xhosa)

by Megan Diener in January 2013 - Business Circle

Click here to read this article in English.

Xesha ngu 6am Nomvuyo ‘Nonny’ Mayekiso qalisa ukubaka. Ngo 7am efumba lebiskiti linuka istrato sonke kuthi kungakudalanga abantu baye bagaleleka benzojonga banna yintony ebakiweyo namhlanje. Abanye bese ndleleni eya emsebezini.

Nonny’s Bakery & Café yafulwa ngo September ka 2012. Ngoku five months sekafulile Nonny nguye yedwa eMasiphumelele
oyenza eyenza emaffunze ezimandi ezihambisane netea yakho okanye koffu, lemon cordial okanye ginger beer ghoqho uye’enze muffins esolhukeneyo. Ghoqho une muffins eyohlukiloyo ecazayo ukubana khungolwesingaphi, kythi kutshona ilanga kube kunga shiyekanga nick’s kwezakhe izinto (kushlyeke isonka sase Five Loaves Bakery) ezenziwa phayana ebakery yakhe nguye Nonny nabasebenzi bakhe.

Ebakery ka Nonny yenye yendawo ozonwabela kuyo xa unedinga usazi ukuba uzaka bona abahlobe namaxhabiso embokotweni akhe ayafikeleleka. Nonny uqale esiko lebakery apha eMasiphumelele. kunye no khubaluleka kwe lwimi eziyi
seven zakhe whathi wazazi emsakoba eyewa hambela kwe zinye indowo apha Emzantsi zinye zibeluncedo Ekuthetheni
nabanye babathengi bakhe.

Uthe wobuzwa ke bana yena ubhupha ngelyiphi ulwimi. Whati Whathi Alikno elibalulekileyo. Kodwa Amandla wona nemiyalezo leyo. Sele emithathu eminyaka Oko kwachang umninawe whake waye waphupha Esithi angenza Emali ngalomsebenzi. Bana angabake for ubomi bakhe bonke angabasisi tyebi. “Encumile” yena zange Amkholelwe. Kodwa lamagama Ayazaliseka.

Uthand lobakha luka Nonny Iwaqalisma ngu Makhulu whakhe ekhayeni labo Free State kwindowo kuthiwa yi Koffiefontein. Emafakoba Epasse Ebange Lesishumi. Waye wasebenza kwindowo Ezohlukeneyo apho weye funa ulwazi ngaphambi koba aye Kwi Catering College eseJohannesburg. Waye wafuduka wazohlula eCape Town. Emvakweninyaka esebenza kwenye bakery, waye wazixelela ukuba ufuna ukuzama kubuqira kunye ne homu. Kodwa yena engazange wayeka ukucinga nge bakery kulapho wadibana khona NoWendy Davies kulapho bonke ubuhlobo baqalayo and banenjong Zokuya ezindaweni Nonny waye wadibana na maginxiginxi ezama uku misa eyakhe ebakery. Waye wazama ukuphangela kwindowo ngendowo apho angazange alungelwe. Kulapho wa wadibana noWendy kuny NoDamian base Masiphumelele Corporation (Masicorp) baye bacela ukumcedisa waye favuma bayithatha ukusukela pha.

Nonny uyalufumanu uncedo kabanye amalungu ase Masicorp abangabancedi. Uye afumane amatogo kunye ne zinto Asebenza ngazo. Lapho ipupha lakhe lifeze kayo. uGavin Webb and kunye uClair Robertson baye bathatha inyanga kivintsuku zabo zekhefu. Ukunceda uNonny kwikhonteyina yakhe. Abantu abanceda uNonny kwigadi yakhe naba Longman’s and Greencube Nurseries. uNick Mitchells of The Easy Dig Café waye wamnceda nge zitulo ne tafile se ndowo yokuhlala. kuyo yonke lento yenzekayo Bakery kaNonny iya ezindoweni and abathengi Bakhe bathenga roqo.

Nonny unemibono kule minyaka mi5 ezayo unejongo zoqala enye ebakery Yokwenza emini zabantwana zozalwa Sibukeleke. Endando Nabahlali ngoba fundisa ukubaka. Nonny usenenjongo zokuvula enye bakery kwenye indowo, “uthi uWendy uyayaz Kwenzeka ntony unono xakene njong.” Ukuba ufuna ukudla lkeyikl unga-fowunela uNonny kule number 083 204 1846.

Share

Submit to Facebook
Submit to Twitter
Submit to Digg
Submit to Google Bookmarks
Submit to LinkedIn
Submit to Stumbleupon
Submit to Delicious
Submit to Technorati

Subscribe

Earn Money

Refer advertisers and earn 5% of adspend! More »

Full Circle Job Shop

Latest Tweets

Well done to Ergosport Models for making a difference. joom.ag/oDEX/p28 #Ergosportmodels #capetown #capetalk pic.twitter.com/U7TSoI0usk

2 weeks ago

Read all about White Lion Leadership Academy in our Jan magazine. Great video joom.ag/oDEX/p12 #capetown #SouthAfrica #conservation

2 weeks ago

Read all about White Lion Leadership Academy in our January magazine. Great video. joom.ag/oDEX/p12

2 weeks ago

Giveaway Double tickets to the live music at Kommetjie Festival. facebook.com/fullcirclemag To enter click link #CapeTown #music #competition

Thursday, 05 December 20131 retweet

there are many online magazines focused on #CapeTown & our lifestyle(s) - like @FullCircleMagz fb.me/19yRafNUn

Retweeted Wednesday, 20 November 20131 retweet

bit.ly/18VKvQd - Take a look at the beautiful Pictures of spring! Get Sharing! #flowers #colours #SouthAfrica

Tuesday, 15 October 2013

DAY!

Tuesday, 15 October 2013

more

Tuesday, 15 October 2013

#one

Tuesday, 15 October 2013

♥ #ff @FullCircleMagz facebook.com/fullcirclemag

Retweeted Monday, 14 October 20132 retweets

Full Circle Print